Joyous Celebration - Noya Na 歌词

Sikuyo indlela
Yelizwe lobomi
Ikhaya labantu
Lehlezi nganyweba
Nina ke nahluka Ku Thixo ngokona
Nithini noya na?
noya na phezulu
Naka na ke moni
Asikuhlile Simile umzuzwana Simele kwa wena
Noya na?
X4Nithini noya na?
noya na phezulu
Momo momo
Ndohamba x4Ewe ndohamba.
Ndisiya phezulu
这个歌词已经 246 次被阅读了