Kant'ujesu uyandiva xa ndilila
Inyembezi azosule othul'umthwalo
Xa ndibek'ithemba lami kuye ndithuthuzele ×2
Kant'ujesu uyandiva xa ndilila
Inyembezi uyazosula othul'umthwalo
Xa ndibek'ithemba lami kuwe ndithuthuzele ×2
Ndiv'abaninzi besithi akukho Thixo
Ndiv'abaninzi besithi akukho Thixo
Xa ndibek'ithemba lami kuwe ndithuthuzele
Xa ndibek'ithemba lami kuwe ndithuthuzele
Ndiv'abaninzi besithi akekho uThixo
Ndiv'abaninzi besithi akukho Thixo
Xa ndubek'ithemba lami kuwe ndithuthuzele ×2
Inyembezi zosuliwe
Inyembezi zosuliwe
Xa ndibek'ithemba lami kuwe ndithuthuzele×2
Inyembezi (inyembezi zami) zosuliwe(zosuliwe kuwe)
Inyembezi (uzosulile nyembezi zam) zosuliwe
(Xa ndibek'ithemba)Xa ndibek'ithemba lami (ithemba lami kuwe themba lami)ndithuthuzele bek'ithemba lami
inyembezi zosuliwe
inyembezi zosuliwe
inyembezi zosuliwe
Inyembezi zosuliwe kuwe
Xa ndibek'ithemba
Xa ndibek'ithemba lami kuwe ndithuthuzele, njengosana
Xa ndibek'ithemba kuwe jesu
Ndiv'abaninzi bethetha ngawe
Ndiv'abininzi benyelisa (akukho thixo)
Benyelis'igama lakho
Benyelis'igama lakho (akukho Thixo)
Besithi akekh'uThixo
Xa ndibek'ithemba (ndibek'ithemba lami)
Ndibek'ithemba lami kuwe (ndibek'ithemba laaami kuwe)
Xa ndibek'ithemba lami kuwe(kuwe ndithuthuzele)×3
Ndiv'abaninzi
Ndiv'àbaninzi besithi (akukho Thixo)
Bath'akekho uThixo(ndiv'abaninzi (akukho Thixo) besithi akekhu Thixo
Xa ndibek'ithemba lami kuwe ndithuthuzele ×2
This lyrics has been read 350 times.