Miriam Makeba - Hurry, Mama, Hurry! (Khawuleza) Songtexte

Khawuleza mama
Khawuleza mama
Khawuleza mama

Nank' amapolis' azongen'endlini mama, khawuleza
Nank' amapolis' azongen'endlini mama, khawuleza
Jonga jonga jonga yo khawuleza mama, iyeyiye mama, khawuleza
Jonga jonga jonga yo khawuleza mama, iyeyiye mama, khawuleza
x2

Bathi jonga jonga jonga yo khawuleza mama
khawuleza mama khawuleza
jonga jonga jonga yo khawuleza mama
khawuleza mama khawuleza
Dieser text wurde 199 mal gelesen.